Numeri 32:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Siza kuthatha izixhobo size siwele phambi koYehova, siye kwilizwe lakwaKanan,+ kodwa elethu ilifa liza kuba kweli cala leYordan.”
32 Siza kuthatha izixhobo size siwele phambi koYehova, siye kwilizwe lakwaKanan,+ kodwa elethu ilifa liza kuba kweli cala leYordan.”