Numeri 32:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ngoko uMoses wanika oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen+ nehafu yesizwe sakwaManase+ unyana kaYosefu, umhlaba kaSihon+ ukumkani wama-Amori nomhlaba kaOgi+ ukumkani waseBhashan. Wabanika elo lizwe nezixeko zalo, nezixeko ezilijikelezileyo.
33 Ngoko uMoses wanika oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen+ nehafu yesizwe sakwaManase+ unyana kaYosefu, umhlaba kaSihon+ ukumkani wama-Amori nomhlaba kaOgi+ ukumkani waseBhashan. Wabanika elo lizwe nezixeko zalo, nezixeko ezilijikelezileyo.