Numeri 33:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 UAron umbingeleli wenyuka iNtaba YeHore njengoko wayeyalelwe nguYehova waza wafela apho. Wafa ngonyaka we-40 amaSirayeli emkile elizweni laseYiputa, ngosuku lokuqala kwinyanga yesihlanu.+
38 UAron umbingeleli wenyuka iNtaba YeHore njengoko wayeyalelwe nguYehova waza wafela apho. Wafa ngonyaka we-40 amaSirayeli emkile elizweni laseYiputa, ngosuku lokuqala kwinyanga yesihlanu.+