Numeri 33:55 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 55 “‘Ukuba anibagxothi abantu beli lizwe,+ abo bashiyekileyo baza kuba njengezinto eziphandlayo emehlweni enu nameva anihlabayo, baze baniphathe kakubi kwilizwe eniza kuhlala kulo.+
55 “‘Ukuba anibagxothi abantu beli lizwe,+ abo bashiyekileyo baza kuba njengezinto eziphandlayo emehlweni enu nameva anihlabayo, baze baniphathe kakubi kwilizwe eniza kuhlala kulo.+