Numeri 35:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “‘Nawuphi na umntu obulala omnye, ufanele abulawe kuba ungumbulali+ xa kukho abantu abayingqinayo loo nto,+ kodwa ke akukho mntu umele abulawe ngobungqina bomntu omnye.
30 “‘Nawuphi na umntu obulala omnye, ufanele abulawe kuba ungumbulali+ xa kukho abantu abayingqinayo loo nto,+ kodwa ke akukho mntu umele abulawe ngobungqina bomntu omnye.