Duteronomi 1:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Jongani nali ilizwe phambi kwenu. Ngenani nilithathe ilizwe awafunga ngalo uYehova kookhokho benu, uAbraham, uIsake+ noYakobi,+ ukuba uza kulinika bona nenzala yabo eza kulandela emva kwabo.’+
8 Jongani nali ilizwe phambi kwenu. Ngenani nilithathe ilizwe awafunga ngalo uYehova kookhokho benu, uAbraham, uIsake+ noYakobi,+ ukuba uza kulinika bona nenzala yabo eza kulandela emva kwabo.’+