Duteronomi 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+ Duteronomi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:17 IMboniselo,9/15/2004, iphe. 25
17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+