Duteronomi 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Emva koko semka eHorebhe sanqumla la ntlango inkulu, yoyikekayo+ enayibonayo xa sasisiya kummandla weentaba wama-Amori,+ kanye njengokuba uYehova uThixo wethu wasiyalelayo, sada safika eKadeshe-bharneya.+ Duteronomi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:19 “Eli Lizwe Lihle”, iphe. 8-9 “Sonke ISibhalo”, iphe. 30-31
19 “Emva koko semka eHorebhe sanqumla la ntlango inkulu, yoyikekayo+ enayibonayo xa sasisiya kummandla weentaba wama-Amori,+ kanye njengokuba uYehova uThixo wethu wasiyalelayo, sada safika eKadeshe-bharneya.+