Duteronomi 1:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune. Yena uza kulibona, ibe ilizwe awahamba kulo ndiza kulinika yena noonyana bakhe, kuba yena wamlandela uYehova ngayo yonke intliziyo yakhe.*+
36 ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune. Yena uza kulibona, ibe ilizwe awahamba kulo ndiza kulinika yena noonyana bakhe, kuba yena wamlandela uYehova ngayo yonke intliziyo yakhe.*+