Duteronomi 4:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Ukuba umntu ubulele omnye ngempazamo, abe ebengamcaphukeli,+ umele abalekele kwesinye sezi zixeko ukuze ahlale ephila.+
42 Ukuba umntu ubulele omnye ngempazamo, abe ebengamcaphukeli,+ umele abalekele kwesinye sezi zixeko ukuze ahlale ephila.+