Duteronomi 7:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “UYehova akazange anithande aze anikhethe kuba nisisizwana esinabona bantu baninzi.+ Kaloku nanisesona sizwana sincinci.+
7 “UYehova akazange anithande aze anikhethe kuba nisisizwana esinabona bantu baninzi.+ Kaloku nanisesona sizwana sincinci.+