Duteronomi 7:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kubo bonke abantu niza kuba ngabona basikelelweyo;+ akukho ndoda okanye mfazi ungazukuba nabantwana, yaye akuzukubakho mfuyo ingazaliyo.+
14 Kubo bonke abantu niza kuba ngabona basikelelweyo;+ akukho ndoda okanye mfazi ungazukuba nabantwana, yaye akuzukubakho mfuyo ingazaliyo.+