Duteronomi 12:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Xa niyiwelile iYordan+ naza nahlala kwilizwe aninika lona uYehova uThixo wenu, nakanjani na uza kuniphumza kwiintshaba zenu ezinijikelezileyo, yaye niza kuhlala nikhuselekile.+
10 Xa niyiwelile iYordan+ naza nahlala kwilizwe aninika lona uYehova uThixo wenu, nakanjani na uza kuniphumza kwiintshaba zenu ezinijikelezileyo, yaye niza kuhlala nikhuselekile.+