Duteronomi 13:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 nize ningammameli loo mprofeti okanye loo mphuphi,+ kuba uYehova uThixo wenu unijongile+ ukuze abone ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo* wenu wonke.+
3 nize ningammameli loo mprofeti okanye loo mphuphi,+ kuba uYehova uThixo wenu unijongile+ ukuze abone ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo* wenu wonke.+