-
Duteronomi 13:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 Emva koko umele uthathe zonke izinto zaso ezinqwenelekayo uyokuzibeka kwindawo kawonke-wonke, usitshise ngomlilo eso sixeko, yaye ezo zinto ziza kuba ngumnikelo opheleleyo kuYehova uThixo wakho. Siza kuhlala siyimfumba yamabhodlo. Sifanele singaze siphinde sakhiwe.
-