Duteronomi 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kodwa ukuba linesiphene, oko kukuthi liyaqhwalela, liyimfama, okanye nasiphi na isiphene, ufanele ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+
21 Kodwa ukuba linesiphene, oko kukuthi liyaqhwalela, liyimfama, okanye nasiphi na isiphene, ufanele ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+