Duteronomi 16:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Yonwabani kula matheko,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu, abaLevi, abantu basemzini, abantwana abangenatata nabahlolokazi, abahlala kwizixeko zenu.
14 Yonwabani kula matheko,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu, abaLevi, abantu basemzini, abantwana abangenatata nabahlolokazi, abahlala kwizixeko zenu.