21 bamele bayise phambi komnyango wendlu katata wayo, yaye amadoda esixeko sakowayo amele ayibethe ngamatye ide ife, kuba yenze into elihlazo+ kwaSirayeli ngokwabelana ngesondo ngoxa isahlala endlini katata wayo.+ Ngoko nimele nibususe ububi phakathi kwenu.+