Duteronomi 24:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 “Ootata mabangafi ngenxa yoonyana babo, noonyana bangafi ngenxa yootata babo.+ Umntu makafele isono sakhe.+
16 “Ootata mabangafi ngenxa yoonyana babo, noonyana bangafi ngenxa yootata babo.+ Umntu makafele isono sakhe.+