Duteronomi 25:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Umntwana wokuqala ozalwa nguloo mfazi kuza kuthiwa ngumntwana wale ndoda ifileyo,*+ ukuze igama layo lingacinywa kwaSirayeli.+
6 Umntwana wokuqala ozalwa nguloo mfazi kuza kuthiwa ngumntwana wale ndoda ifileyo,*+ ukuze igama layo lingacinywa kwaSirayeli.+