Duteronomi 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 “Ukuba nakanjani niyalimamela ilizwi likaYehova uThixo wenu ngokuyithobela kakuhle yonke imithetho endiniyalela yona namhlanje, ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wenu uza kuniphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga.+
28 “Ukuba nakanjani niyalimamela ilizwi likaYehova uThixo wenu ngokuyithobela kakuhle yonke imithetho endiniyalela yona namhlanje, ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wenu uza kuniphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga.+