Duteronomi 28:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 “Uza kuya nembewu eninzi emasimini, kodwa incinci into oza kuyivuna+ kuba iinkumbi ziza kuyitya iphele.
38 “Uza kuya nembewu eninzi emasimini, kodwa incinci into oza kuyivuna+ kuba iinkumbi ziza kuyitya iphele.