Duteronomi 28:55 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 55 yaye ayizukubapha nentwana kwinyama yoonyana bayo ebatyayo, kuba ingenanto ishiyekileyo ngenxa yobunzima obubangelwa kukurhangqwa kwenu, nentlungu eniyiziselwa lolo tshaba kwizixeko zenu.+
55 yaye ayizukubapha nentwana kwinyama yoonyana bayo ebatyayo, kuba ingenanto ishiyekileyo ngenxa yobunzima obubangelwa kukurhangqwa kwenu, nentlungu eniyiziselwa lolo tshaba kwizixeko zenu.+