-
Duteronomi 28:68IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
68 Ngokuqinisekileyo uYehova uza kunibuyisela eYiputa ngeenqanawa, ngendlela endathi kuni ngayo, ‘Soze niphinde niyibone,’ yaye apho kuza kufuneka nizithengise kwiintshaba zenu ukuba nibe ngamakhoboka namakhobokazana, kodwa akukho mntu uza kunithenga.”
-