Duteronomi 31:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Oonyana babo ababengawazi lo Mthetho baza kutsho bamamele,+ baze bafunde ukumoyika uYehova uThixo wenu yonke imihla yokuphila kwenu kwilizwe eniwela iYordan nisiya kuhlala kulo.”+
13 Oonyana babo ababengawazi lo Mthetho baza kutsho bamamele,+ baze bafunde ukumoyika uYehova uThixo wenu yonke imihla yokuphila kwenu kwilizwe eniwela iYordan nisiya kuhlala kulo.”+