Yoshuwa 1:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Abafazi benu, abantwana benu nemfuyo yenu baza kuhlala kumhlaba uMoses aninike wona kweli cala* leYordan,+ kodwa nina makroti+ nimele niwele phambi kwabantakwenu nilungele imfazwe.+ Nimele nibancede
14 Abafazi benu, abantwana benu nemfuyo yenu baza kuhlala kumhlaba uMoses aninike wona kweli cala* leYordan,+ kodwa nina makroti+ nimele niwele phambi kwabantakwenu nilungele imfazwe.+ Nimele nibancede