-
Yoshuwa 2:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Emva koko nabani na ophumela phandle, igazi lakhe liza kuba phezu kwentloko yakhe yaye asizukuba natyala. Kodwa ukuba kuye kwenzakala nabani na osendlini kunye nawe, igazi lakhe liza kuba phezu kweentloko zethu.
-