Yoshuwa 3:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa ke kumele kubekho umgama weekubhite eziyi-2 000* phakathi kwenu nayo, ningasondeli nakancinci kuyo, ukuze niyazi indlela enifanele nihambe ngayo, kuba zange nahamba kule ndlela.”
4 Kodwa ke kumele kubekho umgama weekubhite eziyi-2 000* phakathi kwenu nayo, ningasondeli nakancinci kuyo, ukuze niyazi indlela enifanele nihambe ngayo, kuba zange nahamba kule ndlela.”