Yoshuwa 3:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UYoshuwa wathi kubabingeleli: “Thathani ityeya+ yesivumelwano nize nidlule nihambe phambi kwabantu.” Ngoko bayithatha ityeya yesivumelwano baza bahamba phambi kwabantu.
6 UYoshuwa wathi kubabingeleli: “Thathani ityeya+ yesivumelwano nize nidlule nihambe phambi kwabantu.” Ngoko bayithatha ityeya yesivumelwano baza bahamba phambi kwabantu.