Yoshuwa 3:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 ema ngxi amanzi asuka emantla. Aqalisa ukudama* kude, eAdam, isixeko esikufutshane neTsaretan, aza aphela lawo aya kuLwandle LwaseArabha, uLwandle LweTyiwa.* Amanzi ema yaye abantu bawela phambi kweYeriko.
16 ema ngxi amanzi asuka emantla. Aqalisa ukudama* kude, eAdam, isixeko esikufutshane neTsaretan, aza aphela lawo aya kuLwandle LwaseArabha, uLwandle LweTyiwa.* Amanzi ema yaye abantu bawela phambi kweYeriko.