-
Yoshuwa 4:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ngoko amaSirayeli enza kanye njengokuba uYoshuwa wayewayalele. Athatha amatye ayi-12 phakathi eYordan njengokuba uYehova wayeyalele uYoshuwa, amatye alingana nenani lezizwe zakwaSirayeli. Awasa kwindawo awayeza kulala kuyo, aza awabeka khona.
-