Yoshuwa 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Emva koko imana yaphela ngosuku olusemva kokuba etye kwisivuno selo lizwe; amaSirayeli ayengasenayo imana,+ kodwa atya isivuno sakwaKanan ngaloo nyaka.+
12 Emva koko imana yaphela ngosuku olusemva kokuba etye kwisivuno selo lizwe; amaSirayeli ayengasenayo imana,+ kodwa atya isivuno sakwaKanan ngaloo nyaka.+