Yoshuwa 6:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko uYoshuwa unyana kaNun wabiza ababingeleli, wathi kubo: “Thathani ityeya yesivumelwano, yaye ababingeleli abasixhenxe bamele baphathe iimpondo zeenkunzi zeegusha zibe sixhenxe phambi kweTyeya kaYehova.”+
6 Ngoko uYoshuwa unyana kaNun wabiza ababingeleli, wathi kubo: “Thathani ityeya yesivumelwano, yaye ababingeleli abasixhenxe bamele baphathe iimpondo zeenkunzi zeegusha zibe sixhenxe phambi kweTyeya kaYehova.”+