Yoshuwa 7:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko uYoshuwa wathumela amadoda eseYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven, ngakwimpuma yeBheteli.+ Wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngoko loo madoda enyuka aya kuhlola iAyi.
2 Emva koko uYoshuwa wathumela amadoda eseYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven, ngakwimpuma yeBheteli.+ Wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngoko loo madoda enyuka aya kuhlola iAyi.