Yoshuwa 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngenxa yoko amaSirayeli awazukukwazi ukumelana neentshaba zawo. Aza kuzifulathela iintshaba zawo aze azibaleke, kuba anikelwe kwintshabalalo. Andizukuphinda ndibe kunye nani nide kuqala niyitshabalalise into emele itshatyalaliswe.+
12 Ngenxa yoko amaSirayeli awazukukwazi ukumelana neentshaba zawo. Aza kuzifulathela iintshaba zawo aze azibaleke, kuba anikelwe kwintshabalalo. Andizukuphinda ndibe kunye nani nide kuqala niyitshabalalise into emele itshatyalaliswe.+