13 Phakama uze ubenze ngcwele abantu!+ Yithi, ‘Zenzeni nibe ngcwele ngomso, kuba uYehova uThixo kaSirayeli uthe: “Phakathi kwenu kukho izinto ebezimele zitshatyalaliswe, Sirayeli. Anizukukwazi ukumelana neentshaba zenu nide niyisuse phakathi kwenu into ebekumele ukuba itshatyalalisiwe.