Yoshuwa 7:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Lowo ubhaqwe enento ebekumele itshatyalaliswe uza kutshiswa,+ yena nazo zonke izinto zakhe, kuba uye wasaphula isivumelwano+ sikaYehova yaye wenze into elihlazo kwaSirayeli.”’”
15 Lowo ubhaqwe enento ebekumele itshatyalaliswe uza kutshiswa,+ yena nazo zonke izinto zakhe, kuba uye wasaphula isivumelwano+ sikaYehova yaye wenze into elihlazo kwaSirayeli.”’”