Yoshuwa 8:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uYehova wathi kuYoshuwa: “Sukoyika okanye wothuke.+ Hamba namajoni, unyuke uyokulwa neAyi. Jonga, ndimnikele kuwe ukumkani waseAyi, abantu bakhe, isixeko sakhe nelizwe lakhe.+
8 Emva koko uYehova wathi kuYoshuwa: “Sukoyika okanye wothuke.+ Hamba namajoni, unyuke uyokulwa neAyi. Jonga, ndimnikele kuwe ukumkani waseAyi, abantu bakhe, isixeko sakhe nelizwe lakhe.+