-
Yoshuwa 8:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Uthe nje ukumkani waseAyi akuyibona le nto, yena namadoda akhe bakhawuleza baphuma ekuseni bayokuhlasela amaSirayeli kwenye indawo ejongene nentlango. Kodwa wayengazi ukuba kukho amajoni awayesilalele ngasemva eso sixeko.
-