-
Yoshuwa 8:24IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
24 Emva kokuba amaSirayeli egqibile ukubulala bonke abemi baseAyi ethafeni, kwintlango ababebaleqe bada bayokufika kuyo, yaye bonke bebulewe ngekrele, amaSirayeli abuyela eAyi aza abulala wonke umntu oshiyekileyo ngekrele.
-