Yoshuwa 9:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UYoshuwa wenza uxolo kunye nawo+ nesivumelwano sokuba akazukuwabulala, yaye iinkokheli zebandla zawafungela ziwaqinisekisa.+
15 UYoshuwa wenza uxolo kunye nawo+ nesivumelwano sokuba akazukuwabulala, yaye iinkokheli zebandla zawafungela ziwaqinisekisa.+