24 Amphendula uYoshuwa athi: “Izicaka zakho zaye zaxelelwa ngokucacileyo ukuba uYehova uThixo wakho wayalela uMoses umkhonzi wakhe ukuba aninike lonke eli lizwe, aze atshabalalise bonke abemi balo phambi kwenu.+ Ngoko besisoyikisela ubomi bethu ngenxa yenu,+ yiloo nto senze le nto.+