Yoshuwa 10:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoko ookumkani abahlanu bama-Amori,+ ukumkani waseYerusalem, ukumkani waseHebron, ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe, nokumkani wase-Eglon, baqokelelana kunye nemikhosi yabo baza baya ngaseGibheyon ukuze balwe nayo.
5 Ngoko ookumkani abahlanu bama-Amori,+ ukumkani waseYerusalem, ukumkani waseHebron, ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe, nokumkani wase-Eglon, baqokelelana kunye nemikhosi yabo baza baya ngaseGibheyon ukuze balwe nayo.