Yoshuwa 10:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko amadoda aseGibheyon athumela umyalezo kuYoshuwa eGiligali,+ othi: “Sukuwalibala amakhoboka akho.+ Khawuleza uze! Sihlangule uze usincede! Bonke ookumkani bama-Amori abasuka kummandla weentaba, baye badibana ukuze balwe nathi.”
6 Emva koko amadoda aseGibheyon athumela umyalezo kuYoshuwa eGiligali,+ othi: “Sukuwalibala amakhoboka akho.+ Khawuleza uze! Sihlangule uze usincede! Bonke ookumkani bama-Amori abasuka kummandla weentaba, baye badibana ukuze balwe nathi.”