Yoshuwa 10:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYehova wabenza badideka phambi kwamaSirayeli,+ yaye amaSirayeli abulala amajoni abo amaninzi eGibheyon, abaleqa kwindlela enyukayo eya eBhete-horon, baza bababulala bada bayokufikelela eAzeka naseMakeda.
10 UYehova wabenza badideka phambi kwamaSirayeli,+ yaye amaSirayeli abulala amajoni abo amaninzi eGibheyon, abaleqa kwindlela enyukayo eya eBhete-horon, baza bababulala bada bayokufikelela eAzeka naseMakeda.