Yoshuwa 10:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko ilanga lema ngxi, nenyanga yema de uhlanga lwaziphindezela kwiintshaba zalo. Ngaba oku akubhalwanga encwadini kaYashare?+ Ilanga lema ngxi esibhakabhakeni yaye alizange likhawuleze litshone phantse usuku lonke. Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:13 IMboniselo,3/15/2009, iphe. 32 12/1/2004, iphe. 11 “Sonke ISibhalo”, iphe. 44, 45-46
13 Ngoko ilanga lema ngxi, nenyanga yema de uhlanga lwaziphindezela kwiintshaba zalo. Ngaba oku akubhalwanga encwadini kaYashare?+ Ilanga lema ngxi esibhakabhakeni yaye alizange likhawuleze litshone phantse usuku lonke.