Yoshuwa 10:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngoko bazisa kuye aba kumkani bahlanu bebakhupha emqolombeni: ukumkani waseYerusalem, ukumkani waseHebron, ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe nokumkani wase-Eglon.+
23 Ngoko bazisa kuye aba kumkani bahlanu bebakhupha emqolombeni: ukumkani waseYerusalem, ukumkani waseHebron, ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe nokumkani wase-Eglon.+