Yoshuwa 10:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Bathi bakuzisa aba kumkani kuYoshuwa, uYoshuwa wathi makubizwe onke amadoda akwaSirayeli, waza wathi kwiinkokheli zamajoni ezazihambe naye: “Yizani. Nyathelani aba kumkani entanyeni.” Ngoko zeza zaza zabanyathela entanyeni.+
24 Bathi bakuzisa aba kumkani kuYoshuwa, uYoshuwa wathi makubizwe onke amadoda akwaSirayeli, waza wathi kwiinkokheli zamajoni ezazihambe naye: “Yizani. Nyathelani aba kumkani entanyeni.” Ngoko zeza zaza zabanyathela entanyeni.+