Yoshuwa 10:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Emva koko uYoshuwa nawo onke amaSirayeli bemka eLibhena baya eLakishe,+ bamisa iintente zabo apho baza balwa nayo.
31 Emva koko uYoshuwa nawo onke amaSirayeli bemka eLibhena baya eLakishe,+ bamisa iintente zabo apho baza balwa nayo.