Yoshuwa 11:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngokukhawuleza nje emva kokuba uYabhin ukumkani waseHatsore eyivile loo nto, wathumela umyalezo kuYobhabhi ukumkani waseMadon,+ wathumela kukumkani waseShimron, kukumkani waseAkeshafi,+
11 Ngokukhawuleza nje emva kokuba uYabhin ukumkani waseHatsore eyivile loo nto, wathumela umyalezo kuYobhabhi ukumkani waseMadon,+ wathumela kukumkani waseShimron, kukumkani waseAkeshafi,+